Ntshele Surname info version
Ntshele
Ditshwa
Mdlelanga
Ndokhala
Litshe likaNcencence
Wena ogwazwa ngomkhonto ungafi!!
Admin notes: Another guest wrote them like this
Ndingu Ntshele, Mdlelanga Ndokhala, Sivunda, Nkowana, Mlomo bomvu okwengcungcu, Wabane, Maziwashe, Nomabhunga, gilโ iketile ngenxa yirhala, wena owagwazwa ngomkhonto wangafiโฆ..
Mna ndingowase Mtata, ifani unguMatomane noNkonomfana
Educational videos
๐ SEARCH ๐+ ADD CLAN NAMESโถ UTube Channel
Ndingu Ntshele, Mdlelanga Ndokhala, Sivunda, Nkowana, Mlomo bomvu okwengcungcu, wabane, maziwashe, Nomabhunga, gil’ iketile ngenxa yirhala, wena owagwazwa ngomkhonto wangafi…..
Mna ndingowase Mtata, ifani unguMatomane noNkonomfana
Molweni maZotsho lo mbuzo unzima kodwa khawu jonge kwi ncwadi kaMakuliwe xa echaza maZotsho nooManci. Ndiyaxolisa ngongakuphenduli embuzweni nam ndisaphanda!
Ngu Vuyani mantshele maZotsho
Eish…ezi zinto zika mlungu….igama nguSiseko ifani nguRweqane.