Mandlangisa,

Mathole,

uLwalwane,

uLwandle aluwelwa luwelwa ziiNkonjane kuphela,

ndizalwa yintombi yakwaXhosa uMasthathu uNdebe uKhophoyi,

uHase,

uNkomo-zbomvu!!!