Khambule, mbofana nethukela umblambo ongawelwa owelwa zintanjana kuphela Kuba zona zibhabhela phezulu oomcube jiyana, mzilankatha !!