Rhudulu, Sikhomo, Sinuka, Tshangisa, Nxuba, Mduma, Njuza ,Ngcengane, Gaduka no Nabe amawele ukuzana, Sithandwa namhla kukubi , ntongemfutshane yokungqingqisha amankazana phezu komlanjana, onoyhini yhini namhla engenzanganto, oomhlanganankwena, oonyumbe abonqena ukuzibika bangathi nkosi mntwini ngoba zinkosi ngokwabo. Oobhodlinyama , oomafakinyama emlanjeni iphume ivuthiwe Mngwevu, Zulu khaya labsngcwele, mhlatyana.



🔍 Search here 🔍+ ADD CLAN NAMES🎬 Watch our videos