Mgwebi Clan Names & History

Nuba,
Khweli,
Civashe,
Dlova,
Bhobhakahle,
Jukuca,
Intombi ezinamathanga amehlo,
Omahlamba ngobisi amaqaba ehlamba ngamanzi !

More about Mgwebi

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

1 thought on “Mgwebi Clan Names & History”

  1. Phantsi kwa Nuba kukhona OoLuvela
    Abazbiza ngo:

    Nuba
    Khweli
    Dlova
    Civashe
    Bhobhakahle phansi embhedeni
    Nongwenya
    Jukuca
    oMathsanga’mhlophe ahlamba ngobisi amaqaba ehlamba ngamanzi.
    oBhokhwemhlophe phezkwentaba eyabonwa nguTshokasi
    Nubelimhlophe nezinja zalo.
    umalandelwa zintombi zithi ndizeke noba kungesipha samazimba…..

    Reply

Leave a Comment