Mjwara!!!.
Mnangwe,
Sjekula,
Amagqagqa amaqalinga abehla abehlangesilulu,
Izala kwanda ,
Ondima kazilingani ezokulima nokuhlakula,
Amandaluhleli,
Asandi !

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *