Izithakazelo zakwa Mlatsheni
Qhabeni!
Ndala
Phoseka!
Nonyama Ayivuthwa Noba Seyiphekwa Ngamadakane !
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel
Izithakazelo zakwa Mlatsheni
Qhabeni!
Ndala
Phoseka!
Nonyama Ayivuthwa Noba Seyiphekwa Ngamadakane !
I need the Mlatsheni clan names
Mlatsheni
Qhabeni
Ndala , phoseka , Nonyama ayivuthwa noba seyiphekwe ngo daka , Bhala ka dududu Nxontsa ka Xasibe