UHolomi, UTshanabe, UTshazibane, UTete, UPhalo, UGunuza kaNgwane, UDimla ludonga, URhala, UKhawuta, UTshiwo, UNdlov’ ezidl’ amagaty’ emithini emideUKhosi,
UMagaga, ISirhosha sikaRhili, UmRhoshoz’ ongadinwa kukhankanywa Enye indlela yokuzithutha koo Qwambi Qwambi, Tshazibane, Holomi, Somjambu, Jolwayo, Tyhala, Mpeku, Ntshingolo, Dubani, Manana, Nkwanzi, Manyhanyha, Bhonga, Bhangqa,
Maroloma, Sahluko, Ntsuntswana, Magudumana, Into ezinezithendโ ezikhulu, Into ezaphuma zabhekโ engqina zabuya nenqina lebhubesi, Imbizโ emnyamโ isemlanjeni, Intsimbโ ebomvu, Gagalagaga, Nyawo zinentsente !!
Leave a Reply