Mgezwa, Majova, Mdodana, Mqwengana, Ngangaza, Nombombo, Nyhokwana, Vuyisile.
OoSukude, Mkhondwana, Xharhβeliphezulu, Rharha Orhalayo kodwa ongarhalelinto yamntu, Mthondo mhle ozala amakhosi, Bhalela esendeni ngenxa yoswela amaphepha, malandelwa zintombi zithi ndizeke noba awuna nkomo, nyoka emnyama eyaswela umlindi yangena kowe rhamba !
ANELE NGANGAZA
Mgezwa, Majova, Mdodana, Mqwengana, Ngangaza, Nombombo, Nyhokwana, Vuyisile.
OoSukude, Mkhondwana, Xharh’eliphezulu, Rharha Orhalayo kodwa ongarhalelinto yamntu, Mthondo mhle ozala amakhosi, Bhalela esendeni ngenxa yoswela amaphepha, malandelwa zintombi zithi ndizeke noba awuna nkomo, nyoka emnyama eyaswela umlindi yangena kowe rhamba.