NGXABANI Clan Names & Family History | Umlando

UNgxabani uRhibela
UNcirha uNcokazi
UBhodi Ubhabha Nomhlehlo
UNtamo inemi dayida njengeye nkunzโ€™ enkomo
Umdatshi uMeyiwa
Usibali nkwekhwezi abanye bebali nkomo
Ithole loMthwakazi
Into yenja yinkongolo bayidla beyithufela !!

More about Ngxabani

Educational videos


๐Ÿ” SEARCH ๐Ÿ”+ ADD CLAN NAMESโ–ถ UTube Channel

1 thought on “NGXABANI Clan Names & Family History | Umlando”

  1. UNgxabani uRhibela
    UNcirha uNcokazi
    UBhodi Ubhabha Nomhlehlo
    UNtamo inemi dayida njengeye nkunz’ enkomo
    Umdatshi uMeyiwa
    Usibali nkwekhwezi abanye bebali nkomo
    Ithole loMthwakazi
    Into yenja yinkongolo bayidla beyithufela

    Reply

Leave a Comment