Iziduko Nozulu
Thukela,
Mchumane,
Mbanguba,
Kheswa,
Mpangazitha,
Macocobela yena onempundu ezincinci ezifuna uncanyiswa,
Mathibane,
Sonyangashe,
Makhonzβ egoduka, Mfazi uncancisa usana ngebele elinye,
Thukela umlambo ongawelwayo uwelwa ziinkonjane zodwa, zona zidlisela ngamaphiko
Leave a Reply