OoMbarha kaloku ngooBhukhwana bona, OoMpofu, OoHa’ata. OoZitshetshe, uPhaph’leSilo, uPhaph’leNgonyama, OoMpofu, uNyoka emnyama uma bonwa abulawe, Izinto ezingeno phathwa nayiphi na iNkosi kuba zona ziziNkosi ngokwazo !

🔍 SEARCH 🔍+ ADD CLAN NAMES🎬 UTube Channel