Ndicela ukwazi ngamaKoena aqhamuka kwaBhaca, eMount Frere.
OBhozela, Mlomomnandi, Suthu, Skhokha mlenze. Ingaba nabo ngama Bhaca? Zinqabile incukaca zeloluntu naphina. Enkosi.

Β© 2026
Leave a Reply