Phathwa, Mambani bayibona amaphinda, bathi zimbini kanti yinye. ONothuli abakwandifungunqu abakhwe. Omamba emnyama, kaBangoma kaJubiziqu. Abakwa Xolo oWushe.