Dabane,
Gqabaza,
Sgadi,
Mekhi,
Venge ndinga nkomo ayizali izakaya ngojuzaliswa,
uRhada,
uNomdobodwana,
uSopitsho ukibrige uNgqolomsila uYemyem uVela bembetshe,
Zondwa!
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel
Dabane,
Gqabaza,
Sgadi,
Mekhi,
Venge ndinga nkomo ayizali izakaya ngojuzaliswa,
uRhada,
uNomdobodwana,
uSopitsho ukibrige uNgqolomsila uYemyem uVela bembetshe,
Zondwa!