ROZANA Clan Names & Family History | Umlando

O Rozana bafunaka eMpuma Koloni (Eastern Cape) kwilali yaku Phelandaba (Mission) naku Sijorha. Naku dolophu yase Sterkspruit.
Iziduko zabo zithi.
Ngo Madanga, oGisela, oMdhladhla, ngo Mwelase o Ndweni. Abawela umlambo wase Ndiko ngezihlengele bewudonda.
Kule ndawo yokuwela kufumaneka ukuba abantu base Mission nase Sijorha bayahluka.
Abase Mission bathi
Bawela umlambo bebhabha phezulu ngenge nkonjana.

πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

1 thought on “ROZANA Clan Names & Family History | Umlando”

  1. O Rozana bafunaka eMpuma Koloni (Eastern Cape) kwilali yaku Phelandaba (Mission) naku Sijorha. Naku dolophu yase Sterkspruit.
    Iziduko zabo zithi.
    Ngo Madanga, oGisela, oMdhladhla, ngo Mwelase o Ndweni. Abawela umlambo wase Ndiko ngezihlengele bewudonda.
    Kule ndawo yokuwela kufumaneka ukuba abantu base Mission nase Sijorha bayahluka.
    Abase Mission bathi
    Bawela umlambo bebhabha phezulu ngenge nkonjana.

    Reply

Leave a Comment