Izithakazelo Zakwa Silangwe
Silangwe esinoboya emadolweni
Ndukuda ka Sothongothi
Msithi, Jayiya, Ntobela mbhabhama, Siwisa
Mabelekwa nge tawuli, Zotsho, Mlawu, Chutshela isihlobo semamba, O Nkanda zinde zide zinemiqala ongenayo ufuze ko-nina!
Silangwe !!!
Nkosana
Ngubani u Ndukude Azalea ngubani
Zandisile Xabendlini
I would be glad to know about relations between Nzala and Silangwe
Lusindiso Mfihlo
AmaNzala wona axhumana njan noSilangwe
Bambelo Siwisa
Ndazi ukuba uSilangwe wazala uNdzala. Andizike ngokutshintsha kwamagama noba uNzala isenguyena uNdzala. Mhlaumbi singaqala siyijonge apha.