Sukude mkhondwana ngxarh’ eliphezulu mfazi obele lide phesheya komlanjana hlathi elimnyama elingagawulwa ntonga rharha orhalayo ongarhaleli ntoyamntu ubhalela esendeni ngenxayoswela into yokubhal umthw kasihula!