iziduko zako Shweme
Gqagqane,
Limakhwe,
Zilamkhonto,
Mfene,
Hlathi,
Jambase,
Ngangamsholo Ngcebetsha,
Malilelwa zintombi !
iziduko zako Shweme
Gqagqane,
Limakhwe,
Zilamkhonto,
Mfene,
Hlathi,
Jambase,
Ngangamsholo Ngcebetsha,
Malilelwa zintombi !
ⓒ 2025
Buntu Ngcebetsha
Not Gqagqane,…just Gqagqa
Alulutho Qalase
hay ndiyaqala uziva ezinye apha u mfene,jambase💔