clan names 💛 clan history 💯

izithakazelo

Tag: clan Page 11 of 270

Amaqoco Clan Praises Amaqoco Meaning & History

Amaqoco : If you know any information about this surname, such as its meaning, origin, history or clan names or their history, please add the info in the comments below or click this button + ADD CLAN NAMES

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

.

Nciweni Clan Praises Nciweni Meaning & History

Nciweni : If you know any information about this surname, such as its meaning, origin, history or clan names or their history, please add the info in the comments below or click this button + ADD CLAN NAMES

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

.

Mzwakali Clan Praises MzwakaliMeaning & History

Mzwakali: If you know any information about this surname, such as its meaning, origin, history or clan names or their history, please add the info in the comments below or click this button + ADD CLAN NAMES

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

.

Liwani Clan Praises Liwani Meaning & History

tshangisa, skhomo, zulu, rhudulu, mhlatyane ngamangwevu ke lo bakulo mama omazaleni, mtika ngama jwarha ke lawo bakulo mama ka tatam magqosini nozinga bantu bomlambo bakulo mama ka mama xesibe, nonzaba!
amakhuma ke lawo

Ngxongo Clan Praises Ngxongo Meaning & History

Ndingu maNgxongo uHala uSophitsho uYemyem uQolomsila uvela bembetsele !

Mcube Clan Praises Iziduko zako Mcube

NgumaMcube lo, umbhetya, uhala,usopitjo, ungqolomsila, uvelabembhentsele, uyem-yem, ndizalwa ngumaMpandla, oombona,oduna, ngumzukulwana wamaqwathi, onzila kanzothwana, omnyamana, oontswaybana, nowamaqoco, oozikhali, oojojo, oziyeka ndim ke lowo !

OoZondi,Ziyeka Clan

Ngxabani
Meyiwa,
Rhibela,
Bhabha nomhlehlo,
ooMdatshi,
ooMabodi,
ooMabhengu,
Nontwenja yinkongolo !

Ngendiba ndiza nayo ukuba nam bendiyazi ngoku pheleleyo, ntonje endikwaziyo kuncinane, njengoba nam ndisengu mfana kwaye ndilusana, ntonje olithandayo isiko kwanye nezithethe kwaye ozihloniphileyo nozi xabisileyo ezonto zimbini.

Ndobetha apho ndifikelela khona, apho ndingafikeleli khona ndotsho ndinikezele kozivayo kwaye ekudala eyihamba yena lendlela, kuba nayo nenyathi ibuzwa kwaba phambili. Camagu emzini ka Bawo!

uMyirha ke yena uzalwa ngu Nqabe, aze uNqabe yena azalwe ngu Bhedla, yena uBhedla ezalwa ngu Mpulana impondomise.

uYirha yena uzala uSampu, yena uSampu wazala oonyana babini uMzondi nho Ziyeka, kunye nentombi uNonkwindla lo uzala uGcinumzi wamaGcina.

Ngxabani Clan Praises Ngxabani Meaning & History

Ngxabani
Meyiwa,
Rhibela,
Bhabha nomhlehlo,
ooMdatshi,
ooMabodi,
ooMabhengu,
Nontwenja yinkongolo !

Myirha Mzondi Clan Praises

Myirha,
Mzondi,
Ziyeka,
Sampu,
Xusha,
Khapha,
Zakana,
Thambo lenyoka,
lihlaba elimzondayo,
Hobe elimhlophe elindanda emaweni uNomsiso

Ntsethe Clan Praises Ntsethe Meaning & History

Ntsethe : If you know any information about this surname, such as its meaning, origin, history or clan names or their history, please add the info in the comments below or click this button + ADD CLAN NAMES

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

.

Page 11 of 270

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: