Zumbe kaNgcwina, Ndalane kaNdodi, Yubu kaMabhula, Simanga sekati edl’amanqathe wodwa, nyama emdaka ethandwa ngabafazi, vula vala bathi wenzile Namhla engenzanganto, abantu abahombe ngeentongo , zithi zosulwe ngabawathandayo abeZumbe, Mpondomise.

UZumbe uzalwa noNgcinase noGcuma kwiqadi lendlu kaNgcwina. NgamaMpondomise