clan names 💙 clan history 💯

izithakazelo

Tag: Bhomoyi

Siganga clan names

Siganga,
Madiba,
Dlomo,
Sophitsho,
Ngqolomsila,
Bhomoyi,
Mngxongo,
Ntsundu,
Zondwa Zintshaba Zingazumenzanto!

Memani Clan Names | Memani History

Memani,
Amazima,
Bhomoyi,
Nxeko,
Ceduma !!

AbaThembu baseRhoda… indlu ka Mpondombini

Thembu, Malandela, Mnguti, Ceduma, Bhomoyi, Ntande, Maya, Mbali, Mso, Gasa, Ntsiba, Mlawu, Magwa, Sitokhwe, Mbuyazwe, Alven (Ah! Mpondombini), Gomoza (Zwelidumile), Tatana (Zanendyebo), Siduntswana (Gawulebhuduza), Baxolele (Daliwonga).

Mngxongo clan names

Mngxongo,
Ntsundu,
Velabambentsele,
Yem yem,
Sophitsho,
Mnguti,
Nxego,
Bhomoyi,
Zondwa zintshaba ezingazomenzanto,
Mthembu obhuzubhuzu

Ifani zamaNgxongo
Zena
Xhalabile
Xhwitha
Kutu
Mdlokova
Mpondo
Ngubombini
Koli

Iziduko: Jali Surname

Jali Clan Praises

mpemvu, mlomunendaba! Utshelwane ujali yinjang elalin, mpemvu, jali, juta, gcaba, bhomoyi, nxoko, Ngcolosi, dlazane, ngciva, (mvetshane, yemyem) nomlomo, notyandela, xhangwane, shiyelwa, mlanjana, satywa, ngqawa, mkhananga, nqoko, kakane, nhlontshane, amaqatha’lukhuni akatyiwa yinja!
Mgqubawupheli kuphelinkomo! Ntabayikhonjwa ikhonjwa ngomdlangathi kuphela ngobinesiloo somhlola ngemva!

Zima Clan

Iziduko zako Zima:
Ceduma,
Sopitsho,
Bhomoyi,
Vela bembhentsele.
(AmaZima yinzala ka Zima. Imbali ithi uZima ngumntakwabo Ntade. uNzima wayemdala ngokweminyaka kodwa ezalwa kwindlu yasekunene,
uNtande ezalwa nguNdlunkulu (Great House). Siqikelela ukuba bobabini bangoonyana bakaToyi kaCeduma ka Dunakazi ka Bhomoyi ka Thembu ka Ntongakazi ka Malandela ka Njanye ka Sibiside)

Others say it like this:
oceduma ngozondwa onyakwezi otimane ongxeko obomoyi ohala odukuse yem yem sopitsho madiba ngqolomsila vela bambhentsele.

inkaba yabo ise-Lady Frere

Isiduko sakwa Jali ? Jali Clan Praises

Isiduko sakwa Jali 😍 Jali Clan Praises
Jali, Mpemvu, Juta, Gcaba, Bhomoyi, Jikuty’ amaphambili ungawasingisi mntwini, Ntaba ayikhonjwa ngomdlangathi kuphela ngoba inesilo somhlola ngasemva. Nomlomo, Nhlotshane, Notyandela, Maqhatha alikhuni awatyiwa nayinja

Izithakazelo zoo Ceduma ? Ceduma Clan

Izithakazelo zoo Ceduma 😍 Ceduma Clan 😍 Iziduko Ceduma
Zima,
Ceduma,
Bhomoyi,
Timane,
Hala,
Zondwa,
Nxeko,
Ngubengcuka,
Yem-yem

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: