Lubelo
Mbonana
Mzizi
Khoza
Mlalandle
Jujwana
Chobololo
Zangxa sakhele’thala
Onzipho zimnyama kuqhwayana
Ompundu zimanqa-manqa zima ngoqhwayan’entundelweni
Omfazi wabhalele’dolweni ngenxa yosweli phepha 🙌

Ezo zizindlu zika:
Mnyanda
Mpofu
Mahanjana
Makhendlana
Mgiqika
Breakfast etc.