Maziba, π
Sisebe, Sibololo,
Gabisa lowagabelela Manguni njengemathanga.
Bafazi abanikhwele kakhulu,
Nani madoda khwelani bafazi benu.
Maziba lowaziba sibumbu.
Nine basegungwini, baphumi belihlathi
Sibolobolo !!! πππ
Tag: Gabisa
- Bhekwalilanga
- Khukhulela
- Mphapha
- Mzeshe
- Dwayi
- Malandelwa yintombi ithi ndizeke
- Sgodlwana
- Dawede