izithakazelo

Tag: khalimeshe

Xesibe | AmaXesibe

Mna Ndilixesibe Imfusi yama wele upondo nompondomise
Unondzaba, usabela uyabizwa emazibukweni, nondize, tshomela , nkwankwini , mayize yonke ayizukwenzanto, matshineyi’bheka njengomntwana, nxele , jolako ,bantshwa , untozabantu. Andilo Bhaca Ndilixesibe

AmaXesibe Clan Praises

  • AmaXesibe – (hayi abantu besizwe samaXesibe kaXesibe wakuloMpondo noMpondomise, kodwa kukhona abantu abangena phasi kukaMadzikane bamaXesibe) oo Ncosa ooBhuku Sinqashe Nkamangane Mfazi webelelide elancelisa ingane phesheya komfula uMganu Sabela wabizwa emazibukweni Xesibe

AmaXesibe Clan Names, Meaning, Origin & Family History | Umlando

AmaXesibe

  • Xesibe – Nxanda kaXesibe, Mnune Mkhuma, Nondzaba, Mbathane, Nondize, Bhelesi, Matshaya ngenqaw’ende abanye betshaya ngezimfutshane, Nxele, Bhimbi, Khandanyawana, Mayitshin’eyibheka njengomntwana, Mantsaka, Mganu. Nondzaba, Mbathane, Tshomela ka Matsho
  • Qwathi – Dikela, Noni, Noqaz’ indlela. Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe, ogqaz’indlel’ebhek’ebuNguni.  KumaQwathi kukho amaDikela, amaTshaba, ooSdindi, ooBhlangwe, ooBhose, amaNzolo, imiNcayi, amaNtondo, amaKhombayo, ooMkhondweni, amaVumbe, ooKhebesi, amaBangula, amaDumba, ooMhotho, ooCakeni, ooBhabha, amaMvala, amaDabisa, ooS’ximba, etc.
  • Mambi – Nxontsa ka Xesibe, uBhulingwe kuvele imamba, uNtabazikude zikuMganu, Mntshontsho, uSabela uyabizwa emazibukweni)
  • Matshaya – Mbathane

Page 2 of 2

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén