clan names 💙 clan history 💯

izithakazelo

Tag: Mkhondwana

Izithakazelo zakwaNkubele

Nkubele, bhobe, wangashe, bedluli bendlela, gazide, sukude, mkhondwana , gxarheliphezulu, hlahla, manzi akami akanamini nabusuku, dlulani kuhlwile akudliwa lutho aphekhaya, kukude kumadwaba, ndingawuwela umzintlava ndiyolalekhaya emaqhingeni !

Amancotshe

uMamNtlane, Dingi, Nqabane, Valela, Ntingili, Sukude, Njusana, Malebomvu, Mkhondwana, Ngxididi, Makhaful’inyam’ikrwada, Manz’akanabusuku nam

Gangatha clan names

Gangatha Surname

Gangatha, Cabe, Ncindesi, Tobhe, Msiza, Ziqelekazi, Hlambangobubende, Sukude, Mkhondwana, Santsabe, Mthwa, Sihula, Mpondo, Njanya, Sibiside.

AmaGangatha ngama Mpondo.

Ama Mpondo aphuma Kuba MBO.

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: