Iziduko zako Nqukhwe

Nqukhwe, πŸ™
Dinda,
Mgabaza ongafiyo obulawa lukhula kuphela,
Mbinda ka Sthulutya phephel’amahobe namahotyazana,
Mqokolwana !