Izithakazelo zakwa Qephulaqephu. Qephulaqephu Surname. Sereto sa Qephulaqephu.
Iziduko zako Qephulaqephu.Qephulaqephu‘s surname info is currently not listed.
If you know its Meaning, Clans or History, please add it by making a comment below.

AmaKwayi & AmaTshawe
What is the relationship between the AmaKwayi and the Tshawe clans?
Amakwayi, yindlu kaGando, uPhalo walala nentombi wayenza nzima kwavela uRharhabe,yasikwa indlu ka Gando bawela umlambo iNciba kwathiwa ngamaKwayi bakwaywe kwaGcaleka,kodwa xa bezithutha bayazikhankanya isiduko zamaTshawe.
AmaKwayi ayefudula ingamaTshawe. Aphuma ngexesha lokulawula kuka Gando indlu enkulu ingekabinanyana. Kwazalwa uTshiwo, athi amaphakathi umfana maka thabathe ubukhosi bakhe phofu esemncinane. Kwathi xa kusabiwa isifuba (uvalo sisabelo senkosi) kwaqala umlo yaqhekeka phakathi eka Gando neka Tshiwo. Woyiswa uGando wawezwa iNxuba. Yathi impi ka Tshiwo, β wagwazeni la Makwayiβ. Kumhla achithakala amabandla ka Gando, batsho bombathwa ligama lobu-Kwayi.Β
Article by Lubabalo & Victor
Powered by WordPress & Theme by Anders Norén
Leave a Reply