Mamntlane, Dingi, Nqabane, Valela, Ntingili, Sukude, Njusana, Malebomvu, Mkhondwana, Ngxididi, Makhaful’inyam’ikrwada, Manz’akanabusuku namini!
Tag: sethobya
Gangatha Surname
Gangatha, Cabe, Ncindesi, Tobhe, Msiza, Ziqelekazi, Hlambangobubende, Sukude, Mkhondwana, Santsabe, Mthwa, Sihula, Mpondo, Njanya, Sibiside.
AmaGangatha ngama Mpondo.
Ama Mpondo aphuma Kuba MBO.
Izithakazelo zakwa Sukude
Sukude, mkhondwana, gxa eliphezulu, phesheya komlanjana mfazi obele lide , into encancisa umtana esemqolo, mbokodo egaya icumza, inyoka emnyama eyathi iswele umlindi yangena kowerhamba