๐Ÿ’›

izithakazelo

Tag: soderlund

soderlund Clan Names & Family History | Umlando

Soderlund Clan Names, Meaning & History.

Soderlund surname info is currently not listed.

If you know its Meaning, Clans or History, please add it by making a comment below.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Ntlotshane Clan Names and background

Ntlotshane,
Mhlophe,
Jali,
Ntlumbe,
Ndobo,
Mjelo,
Mbhoyi,
Nombanjana,
Ndobe ndikubusele,
Mthemb’obhuzubhuzu osindileyo ezintwaleni!

Imbali nengcambu yamaNtlotshane ayikasicaceli ncam.
Kukho ababhali abathi ingcambu yamaNtlotshane ikumaZotsho, kwaye bangena ngaphantsi kwesizwe sabaThembu kumaxesha akudala kakhulu, kodwa abanye bafumaneka
phaya eKZN, ukanti abanye bangena kumaMpondo. Oka-Makuliwe uthi isinyanya esidala samaNtlotshane esikhunjulwayo ngu-Huhuhu nokuthiwa wazala u-Henge ozala
u-Sabela ozala u-Ntramonde kundlunkulu, ibenguNtsethe ekunene. AmaHlotshana namaMpemvu kuthiwa aphuma kulendlu ka-Ntsethe. U-Ntsethe wazala u-Mthwana ozala u-Macekwana ozala u-Njilo kundlunkulu, ekunene ibe ngu-Hlotshana, kwiqadi ibengu-Nyiki.

Abanye ke ababalisi bathi uNtlotshane wayengunyana ka-Dunakazi wasekunene. Bathi u-Dunakazi wazala u-Ceduma kundlunkulu, yangu-Ntlotshane ekunene, kwiqadi yangu-Ndlane.
Asazi ke uba sise eyiphi Komkhulu.

source: XhosaCulture – please visit this page and see other comments and learn more about the clan.

Ntlotshane ยฎ clan names. Izithakazelo zakwa Ntlotshane ๐Ÿ˜ Ntlotshane Origin. Ntlotshane History

Ntlotshane ยฎ clan names. Izithakazelo zakwa Ntlotshane ๐Ÿ˜ Ntlotshane Origin. Ntlotshane History

The meaning, origin and history of the Ntlotshane surname is not listed.
This surname is prevalent in South Africa.

Click to add info about this surname

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén