Mzamo, Mantlane,
Sukude, Mkhondwane!
Tag: strasheim Page 2 of 4
uMamNtlane, Dingi, Nqabane, Valela, Ntingili, Sukude, Njusana, Malebomvu, Mkhondwana, Ngxididi, Makhaful’inyam’ikrwada, Manz’akanabusuku nam
Sukude,
Santsaba,
Debe limdaka,
Mthwa-kasihula,
Mfazi obele lide onyisela phesheya ko mlanjana,
Cote khondwana, gxarheliphezulu,
Hlala hlala wabhala umntu emasendeni ngenxa yoswela amaphepha,
Ntshikintshikana !!