NoZulu, Uthukela, Mchumane, Mbanguba, Ukheswa, Mpangazitha, Macocobela yena onempundu ezincinci ezifuna uncanyiswa, Qhudeni, Umvelashe, Umathibane,Ungoza, Usonyangashe, Umakhonz’egoduka, Umfazi uncamcisa usana ngebele elinye, Uthukela umlambo ongawelwayo uwelwa ziinkonjane zodwa, zona zidlisela ngamaphiko, Ukheswa ka Nozulu, Umthembu owamfenguza kwaXhosa. AAAAAAAAAAH!!!!!!! NOZULU.
Tag: thokana Page 5 of 6
Nozulu
Mpafana
Mchumane
Kheswa
Tukela
Mnguni
Mpangazitha
Buthelezi
Mlamb’awuwelwa uwelwa uwelwa ziinkonjane kuphela
Mchuchuza ka Nomchuchubela
Zulu libethumntu kodw’alibekwa tyala
Chuchu.
oMpafane
oMchumane ndithetha ngabo oKheswa
oNonkosi uthukela uMguni uMsebelele uMbanguba uLwandle aluwelwa luwelwa zinkonjane zona zimaphiko made!!!