Jwarha
Mazaleni
Jiyana
Tiyo
Jotelo
Soga
Khatiti
Mayarha
Magqandana
Abantu abahle noba baphethe iskhali
Mabunjwa ebhidlika exelu daka
Dolo limdaka ngenxa yothandaza
Oodlimbola bona bayitya baphila ngaphakathi
Ndicela owazi izibonga nezithakazelo zoJwarha
Powered by WordPress & Theme by Anders Norén