πŸ’›

izithakazelo

Tag: vova Page 2 of 4

Jwarha, Mtika clan names & History

Jwarha, Mtika, Mazaleni, khathithi, jotela, mgolombane, dafu into zika mafayisa, utiyo soga,madolo abamvu kuthandaza, intlo ezintle noba seziphethe izikhali

Amajwarha surname info… Jwarha clan

Siza kwa mtika kwa xhelela, Singa majwarha a kwa tixosonga obulonga obumolaka sizwalwa ngu masomi a xhelela, intonga zibethana thina singo tshololongwe !

Jwarha clan names | Ifani Jwarha

Jwarha Surname info
Jwarha,
Khathithi,
Mayarha,
Sjekula,
Mnangwe,
Amanqonqoshelwa, amafela kundleni,
Umntu omhle ephethe izikhali !

Gwiji clan names, Meaning, Origin & History

Gwiji,
Jwarha,
Mayarha,
Khathithi !

Page 2 of 4

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén