Lo kaMolosi ukwathe inkosikazi yomKhoi eyazala uCirha, uyise kaJola, ayizange itshate noNgcina ngoko ke ayinakuba nandlalifa.