Ndila, Nyezile,
Qangaza kaWongqili, Ndlwan’ isematyeni,
Ndulini, Mndini,
Fulela kwanetha Mfaz’olivila,
Tshunguza, Cekwana!
Ndila, Nyezile,
Qangaza kaWongqili, Ndlwan’ isematyeni,
Ndulini, Mndini,
Fulela kwanetha Mfaz’olivila,
Tshunguza, Cekwana!
Β© 2026
Leave a Reply