Mna ngowakwaZiqu eDutywa ndinguMahlathi, malisa, majambase, mamsuthulazi, mahlangonva eliweni, mahamba ngezandla, machola ngengobozi cinga sisinene ntwezintle mfondini !