AmaMfene ngo hlathi, olisa, ocanzi, o sanzanza, ophala ngesandla emaweni jambase!

AmaMfene – Hlathi, Lisa, Jambase, Sanzanza, Canzi, Hlangomva eliweni, Msuthu, Ntsilane.

AmaMfene – singoLisa, jambase, hlathi, hlangomva eluweni, canzi … I surnames ngo Vulindlu, Teyise , Teyisi, mtatana bafumaneka e Port Alfred nase bathurst ukuya erhini