clan names πŸ‘‘ history

izithakazelo

Zotsho Clan Praises , Zotsho Meaning & History

Zotsho Clan Names :

Zotsho 💙
Njiyela
Dlabazana
OSibaya senkomo inkomo mazibuye ekhaya ,
Omahlamba ngobisi amaqaba ehlamba ngamanzi
Oqunusa bangene bonke abangena nkomo !!! 🙌🙌🙌



🔍 Search here 🔍+ ADD CLAN NAMES🎬 Watch our videos

Previous

Khwalo Clan Praises , Khwalo Meaning & History

Next

Godongwane Clan Praises , Godongwane Meaning & History

6 Comments

  1. Tembalihle Spencer kaNtshangase

    Kukho izimvo esithi amantshangase ngamaBhele,kuba kukho esi siduko sithi Msuthu okanye Ndab’ezitha,Ndala welanga/langa lokulunga,nanjengoko kukho uHohoho/Huhuhu kuMnombo wawo.Kubekho oluthi angamaZulu aphuma kuNdaba kaMageba. Olunye lube lisithi ngamaZotsho ,kumngxilo kaSabelo. Kubekho amantshangase aseSimdlangentsha kaMasipuna. Eli gama liluwanzi

  2. Goodhope Tembalihle Spencer

    No clear origin of Zotsho. Are they Kalanga/Mpembe. Mancitsha, Ntshangase,Ngutyana,Silangwe seem to have been descendants of Zotsho yet Amantshangase are Sabelo’ descendants

  3. Mfumaneko Mzondi

    Relationship between Xolo and Zotsho

    • Lubabalo Lokwe

      Mna ndingu Zotsho, uDlula, Nduluka Ka sicaba, Mbon’omnintshi, Sentisi, Nyath’ esehlathinini, silo sinechibi ngaphezulu, ugaga lwengonyamam, Malilelwa ngamankazana athi ndizeke…

    • Tembalihle Spencer kaNtshangase

      Zotsho a common ancestor of Xolo, Ntshangase, Ngutyana, Silangwe, Machi, Manci,Mthwana,Nzimakhwe etc whose father was Ntamonde kaMsuthu kaHenge kaSabelo kaHohoho/Huhuhu

  4. Odwa

    Zotsho Njiyela Dlabazana o Sibaya senkomo inkomo mazibuye ekhaya ,
    omahlamba ngobisi amaqaba ehlamba ngamanzi oqunusa bangene bonke abangena nkomo

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

β“’ 2025