Zotsho Clan Praises , Zotsho Meaning & History

Zotsho Clan Names :

Zotsho πŸ’™
Njiyela
Dlabazana
OSibaya senkomo inkomo mazibuye ekhaya ,
Omahlamba ngobisi amaqaba ehlamba ngamanzi
Oqunusa bangene bonke abangena nkomo !!! πŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™Œ

More about Zotsho Zotsho

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

7 thoughts on “Zotsho Clan Praises , Zotsho Meaning & History”

  1. Kukho izimvo esithi amantshangase ngamaBhele,kuba kukho esi siduko sithi Msuthu okanye Ndab’ezitha,Ndala welanga/langa lokulunga,nanjengoko kukho uHohoho/Huhuhu kuMnombo wawo.Kubekho oluthi angamaZulu aphuma kuNdaba kaMageba. Olunye lube lisithi ngamaZotsho ,kumngxilo kaSabelo. Kubekho amantshangase aseSimdlangentsha kaMasipuna. Eli gama liluwanzi

    Reply

Leave a Comment