Iziduko zamaNtlane

Iziduko zamaNtlane

Uma unolwazi ngeziduko zamaNtlane, sicela uzifake kuma comments ngezansi.

One thought on “Iziduko zamaNtlane

  1. Mkhanyisi

    Ntlane Dingi Nqabane Gxididi Mfusana thawa Mpilo Mkhondwana Obhale Esendeni ngonqaba kwephepha Gcuta Sinje mthwa Ka Sihula amawele ukwenzana ancanciswa apha nangaphesheya Mali ebomvu Sukude Impondo Valela ,singqi , suthu ,ntingili ,satsabe, makhfuli nyama ikrwada ,mjusana, potwana, mhlahlana, nkosana.Maphasa Mgqwabeni ,Tsile, Gengeshe , Mbabala emsunjwana eyavuka kungazingelwa yona, mpondo zenkomo endala bangazibeka endleleni badlule bazihleke Mgwenya obomvu ongaphesheya kwe Gqili.

Leave a Reply

This site uses Akismet to reduce spam. Learn how your comment data is processed.