MATSHINTSHI Clan Names & Family History | Umlando

Matshintshi, MaXhathi, Malebomvu engatshintshwa nangu mlungu itshinshwa liXhathi kuphela. MaZonda, umzonda ngento zakhe. Seyiwa Ndlazi ka Mbelekwana ntombi zimathanga amhlophe ubuso bumhlophe ngenkani.

More about Matshintshi

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

1 thought on “MATSHINTSHI Clan Names & Family History | Umlando”

  1. Matshintshi, MaXhathi, Malebomvu engatshintshwa nangu mlungu itshinshwa liXhathi kuphela. MaZonda, umzonda ngento zakhe. Seyiwa Ndlazi ka Mbelekwana ntombi zimathanga amhlophe ubuso bumhlophe ngenkani.

    Reply

Leave a Comment