Want a t-shirt with your clans? click here to see pictures

Yoba, Mgase, Thole duna leyaka, Bhuzubhuzu nezinja zakhe, Khuzegijima, Mfazi obelenye onyiselela ngapha komlambo, Mashiya amahle nenkomo zawo, Zikodomkhulu ka Gasa,Xhixhi, Gigaba, Singqawungqawu, Nomvetshe.

Unombo

*β˜†LUZIPO β˜†*

*LUZIPO* ( zange afike eNgqamakwe). Kodwa ezalwa namadoda amabini uMnyiphika kunye Nomqhukuse

SITANCU (Nyana ka luzipo wafika)

Umfazi wokuqala ka Stancu
Mamtolo
(Nxusani)

(Inzalelwane)
1 YALEZO
2 GABANXILE
3 DODI
4 BANTUBANI
5 TOM
6 KWAYI
7 MABUYAZE
8 NINI(THE ONLY GIRL)

Umfazi Wesibini Ka SITANCU

Masilangu
(Jikijela)

(Inzalelwane)
1MATEWU
2QANDO

ISIZUKULWANE SIKA LUZIPO

*β˜†) YALEZO ●* wazala 1CONTANI 2 NYEGULANA 3 YOYO

*β˜†2 GABANXILE ● wazala * 1 BHOKWE 2 NONTEBE 3 NTOKOLWANE

*β˜†3 DODI ● wazala * 1 GANGASHANE

*β˜†4 BANTUBANI ● wazala * 1 POGI 2 NZOYIYANA

*β˜†5 TOM ● wazala * 1 LUNGESHWENI 2 NKEBE 3 MARTIN 4 MAFUYA

*β˜†6 KWAYI ● wazala * 1 TITI 2 MBOKOLWANE 3 NOZIDUDWANA 4 MANUNU 5 LULU 6 MAFANASE

(KWINDLU KA KWAYI)

*1 TITI ●wazala * 1 BONAKALISILE 2 NOKUZOLA 3 MBUZELI 4 BONISWA 5 NTSUNDUKAZI 6 BOMVANA 7 MZWANELE 8 NOSISA 9 ANDILE 10 LUYANDA

Ndiyarhoxa