Qwathi Clan Praises:
Dikela,
Noni,
Noqazโ indlela, Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe,
ogqazโindlelโebhekโebuNguni,
KumaQwathi kukho amaDikela, amaTshaba,
ooSdindi,
ooBhlangwe,
ooBhose,
amaNzolo,
imiNcayi,
amaNtondo,
amaKhombayo,
ooMkhondweni,
amaVumbe,
ooKhebesi,
amaBangula,
amaDumba,
ooMhotho,
ooCakeni,
ooBhabha,
amaMvala,
amaDabisa,
ooSโximba, etc
Leave a Reply