AmaXesibe Clan Names, Meaning, Origin & Family History | Umlando

AmaXesibe

  • Xesibe – Nxanda kaXesibe, Mnune Mkhuma, Nondzaba, Mbathane, Nondize, Bhelesi, Matshaya ngenqaw’ende abanye betshaya ngezimfutshane, Nxele, Bhimbi, Khandanyawana, Mayitshin’eyibheka njengomntwana, Mantsaka, Mganu. Nondzaba, Mbathane, Tshomela ka Matsho
  • Qwathi – Dikela, Noni, Noqaz’ indlela. Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe, ogqaz’indlel’ebhek’ebuNguni.  KumaQwathi kukho amaDikela, amaTshaba, ooSdindi, ooBhlangwe, ooBhose, amaNzolo, imiNcayi, amaNtondo, amaKhombayo, ooMkhondweni, amaVumbe, ooKhebesi, amaBangula, amaDumba, ooMhotho, ooCakeni, ooBhabha, amaMvala, amaDabisa, ooS’ximba, etc.
  • Mambi – Nxontsa ka Xesibe, uBhulingwe kuvele imamba, uNtabazikude zikuMganu, Mntshontsho, uSabela uyabizwa emazibukweni)
  • Matshaya – Mbathane
More about Amaxesibe

Educational videos


🔍 SEARCH 🔍+ ADD CLAN NAMES▶ UTube Channel

7 thoughts on “AmaXesibe Clan Names, Meaning, Origin & Family History | Umlando”

  1. I want to know more about nxontsa ka Xesibe clan my surname is Nkwili

    Reply
  2. Bendicela ukwazi ngemvelaphi yesiduko soCatala okanye soNompunzi?

    Reply
  3. I want to know about the Di wohlanga, khawulela Ndlovana clan

    Reply

Leave a Comment