Isiduko sakwa Jali Clan Praises

Isiduko sakwa Jali ๐Ÿ˜ Jali Clan Praises
Jali, Mpemvu, Juta, Gcaba, Bhomoyi, Jikuty’ amaphambili ungawasingisi mntwini, Ntaba ayikhonjwa ngomdlangathi kuphela ngoba inesilo somhlola ngasemva. Nomlomo, Nhlotshane, Notyandela, Maqhatha alikhuni awatyiwa nayinja

Click here to SEE MORE results for related to this surname


๐Ÿ” SEARCH ๐Ÿ”+ ADD CLAN NAMESโ–ถ UTube Channel

2 thoughts on “Isiduko sakwa Jali Clan Praises”

  1. Sithi Kanye ke abo onomachide omhlanuvele oMbenyaโค๏ธโค๏ธ

    Reply
  2. Dudeni, Jali kaMpuku ekone eyavela ngongca esicithini, Mbenye โ€˜zikrakra njengeTshongwe, Mdli, Mgaqo, boo Hlomendlini abanye behlomaphandle emini ilanga libalele.

    Reply

Leave a Comment