Iziduko Krila – Mbamba By admin On Iziduko Krila – Mbamba Thangana, Bodlinja, Mbamba, Krila, Rhaso, Mbombo, Gcaleka, Nkomo zibomvu namathol’azo, Nqele, Bhurhu, Mayisithe, Nomazele, Gobingca, Bhukuxa umthondo uwujongise emntwini! mapulanamaqinamoshupjempangezitha Previous Iziduko AmaCirha – ooNcibane Next Iziduko Qocwa 6 Comments Add Comment → Kamva Mholweni maKrila, akhomntu onga ndiceda ndikhangele usapho lwam okanye abantu a ba ne fani ka Ngcakaule ⁶ Reply Bonani Xakekile Thangana ndabazi mntakabawo Funa uThembani Ngcakawuke use Bisho eBalasi Sebenza kwi clinic ekufutshane Usafuna njalo ke Mbamba mna ndifuna umzi kwam Mtyhapho kwa Ndabanj Reply Ntando akhomntu uno nceda ma bamba enze umnombo wamabamba ukuze singalahleki thina sizukulwana sakwa Thangana umbamba uzala uthangana ( ndenza umzekelo akhe asenzele i family tree Reply Vusìkhaya Qoba Krila uzala uThangana yena uThangana azale uKrila. Reply Ntando ey mhle lombuzo wakho bhodlinja Reply Sakikaya The surname Ngozi should be included ,why not Reply Leave a Reply to Kamva Cancel replyYour email address will not be published. Required fields are marked *Comment * Name * Email * Website Save my name, email, and website in this browser for the next time I comment. Type in the text displayed above
Kamva
Mholweni maKrila, akhomntu onga ndiceda ndikhangele usapho lwam okanye abantu a ba ne fani ka Ngcakaule ⁶
Bonani Xakekile
Thangana ndabazi mntakabawo
Funa uThembani Ngcakawuke use Bisho eBalasi
Sebenza kwi clinic ekufutshane
Usafuna njalo ke Mbamba mna ndifuna umzi kwam Mtyhapho kwa Ndabanj
Ntando
akhomntu uno nceda ma bamba enze
umnombo wamabamba ukuze singalahleki thina sizukulwana sakwa Thangana
umbamba uzala uthangana ( ndenza umzekelo akhe asenzele i family tree
Vusìkhaya Qoba
Krila uzala uThangana yena uThangana azale uKrila.
Ntando
ey mhle lombuzo wakho bhodlinja
Sakikaya
The surname Ngozi should be included ,why not