Gininda, Gqweza, Mlandu, Khaladlomvu, Nyathela inyama ibemdaka enkundleni kwacibatshi, Mlanjana ongawelwa uwelwe zinkonjani kuphela, Umhle mhlophe njengelanda alandelwe zintombi zithi ndizeke engenanto !!