Ama Mpandla

Mbona,

Khawuta,

Tshayingwe,

Tiye,

Khiphe,

Mandlana,

Tukude,

Tyede

amaMpandla asuka kuCentane, akhona nase Xesi, eDikeni, eBhofolo, eDutywa, Cofimvaba naku Gatyane.