Dlomo, Yem-Yem, Sopitsho,
Vela bambhentsele, Zondwa ziintshaba zingasoze zimenzβ nto Kuba akanasono mntwini, Akazange watya nto yamntu, Nawayityayo wayinikwa ngummntu wayo, Sigcawu esinoboya, Nkosana!!
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel
Dlomo Yem-Yem, Sopitsho,
Vela bambhentsele, Zondwa ziintshaba zingasoze zimenz’ nto Kuba akanasono mntwini. Akazange watya nto yamntu, Nawayityayo wayinikwa ngummntu wayo. Sigcawu esinoboya, Nkosana,